"Oko" lyrics

"Oko"

Wandenz'umuntu
Wandenz'owakho
Wandenza mkhulu
Wandenz'iqhawe
El'nohlala nawe
Sijongan'emehlweni

Wandiph'intliziyo
Ethambileyo
Kodwa yomelele yona

Okoko (okoko)
Eduze nam
Ok'uman'und'sebezela
Look to the sky (to the sky)
Okoko (okoko)
Eduze nam
Ok'uman'undsikelela
Through it all
All the time
Okoko...
Okoko...
Mhhm, okoko...

Wandenz'ithemba
Labaninzi
Wathi ndiyakwethemba
Wandenzel'ityholo
Tyholo lam
Elingasoze lafa

Angeke ndizisuse kuwe wena themba lam
Asoze ndizisuse kuwe wena menzi wam

Mhhhm, okoko...
Eduze nam
Ok'uman'und'sebezela
Look to the sky (to the sky)
Okoko (okoko)
Eduze nam
Ok'uman'und'sikelela
Through it all, all the time
Okoko...

Ngawo onke amaxesha
Lonk'ixesha oko
(Okoko...)
Ngawo onke'amaxesha
Lonk'ixesha oko
(Okoko...)
Ngawo onke amaxesha
Lonk'ixesha oko


Writer(s): Zonke Dikana
You May Also Like
Lady Zamar - "What You Need" So far we've agreed that what you have isn't working Every time I look at you I feel fire burning I see your love fading away slowly Everything you ever hoped for looks impossible And now your life...
Nathi - "Intliziyo" Kukh'indawo, intnliziyo Wayenz'u uThixo yafihlakala Kukh'indawo, intnliziyo Wayenz'u uThixo yafihlakala Angek'uzazi iingcinga zomntu Neendlela zakhe zaziwa nguye Angek'uzazi iingcinga zomntu...
Amanda Black - "Ndizele Wena" Sometimes it's push and pull But, I never wanna lose you, I don't want to Oh baby Ndithanda wena wedwa And though it's not always easy Just know I love you I really do Ndingowakho And all I want you...
Mafikizolo - "Ngeke Balunge" Sebethi abazingeni masixabene Kodwa masithandana bangena shi Sebethi abazingeni masixabene Kodwa masithandana bangena shi Ake basiqhelele, basinik' umoya Ake basiqhelele, bayek' umona Ake...
Shekhinah - "Questions" What happens if we let this start We go to far and you just don't feel it What happens if you drop my heart, if it falls too hard and we just can't put it back Bestfriends don't sit this close,...