"Ndibambe Kanje" lyrics
"Ndibambe Kanje"
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Patha Patha
Ndibambe kanje ooh
Ooh, undibambe kanje
Mamela baby (mamela)
I will give you so much joy (so much more)
Mamela sthandwa sam I'm exactly what you've been looking for
Yeah we gonna, you and I can take it slow
But for now
Let's move to the rhythm of the music
Let go and baby just lose it
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje oooooooh
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje ooh
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje ooh
Ooh, undibambe kanje
Hey baby
Khaw'yenzi Phatha Phatha ndikunjongile
Mamela apha lovey wami
Khaw'thathi sandla sami sitshone phantsi
Ndikuthandile baby
Ndifuna wena wedwa undibambe kanje
Yewena sthandwa sami
Khaw' phathi phathaphatha ndikunjongile
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje ooh
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje
Ooh, undibambe kanje
Phezolo ndikubonile
Uhleli ne tshomi zakho
Ndathi make ndikubulise
Ngikubuze ngo buhle bakho
Ndithandi ndlela o nxiba ngayo
Ngendlela oncuma ngayo
Ndithandi ndlela oziphethe ngayo
Ndiyavuma wajika nayo
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Undibambe kanje
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje
Ooh, undibambe kanje
Phatha Phatha
Shayi Phatha Phatha
Ndibambe kanje
- AZLyrics
- S
- The Soil Lyrics
album:
"Nostalgic Moments" (2014)
You May Also Like
Lady Zamar - "El'Diego" For the first time in my life I found what I like
His name is El'Diego and he habla EspaƱol
His mother baptized him then called him a saint
But then bless her heart
We all know that he ain't
He has...
CiCi - "Inyanga" Ngzobhalel' iKhumbul'ekhaya
Sekuphel' inyanga dali, ngingakubonanga
Sekuphel' inyanga dali aaah
Sekuphel' inyanga dali, ngingakubonanga
Sekuphel' inyanga dali aaah
Wesoka lami, wedali sthandwa...
Cassper Nyovest - "Tseya Ukwe" Awumfe Ciroco mo
Iring drigma, u tla ka champas (champas, champopo)
Ko touch line, babilos
Ashi ntwela, ashiii
Strata sa rona
Ah two sixi, awuri tsiye uri biye
Ah two sixi, awuri tsiye uri biye
Ah...
Kelly Khumalo - "Uzoma" Ngivuk' ekseni kugcwel' izindaba ngami
Ngivuk' ekseni kugcwel' amaphepha, aah
Ngivuk' ekseni
K'shiwo lokhu nalokhu ngami
Ngivuk' ekseni, oh k'khulunywa ngami, why
Ngathi kukhona
Hlal' ebheja ngami...
Mlindo The Vocalist - "Ancestors" Ndlu ka Senzangakhona vukani, musan' ukulala
Amakhehla ashis' imphepho emsamu
Izangoma zilahla amathambo zibhule
Ndiyazazi ndisisoni mna
Kodwa baba hai ndicel' ungandilibali m'na
Ndicel'...