"Amapleya" lyrics

"Amapleya"

Andithandi ukulwa,
Ndifuna uxolo nokuthula,
khuluma... ub'andenzi kak'hle
Uzondi loos(a)
Ulokhu usihla wenyuka, ndiyahamba
Ndikhathele nguwe

Soloko ndinawe ndikhala imihla nezolo
Uyandikhathaza uhamba ubuye nenxolo
Soloko ndinawe ndikhala imihla nezolo
Uyandikhwaza uthetha ngathi and'nagqondo

Uma ulisoka
No! ah ah, I don't want you [x3]

And'wafuni amasoka
No! ah ah, I don't want you [x3]
[x3]

Andithandi ukulwa,
Ndifuna uxolo nokuthula,
khuluma... ub'andenzi kak'hle
Uzondi loos(a)
Ulokhu usihla wenyuka, ndiyahamba
Ndikhathele nguwe

Soloko ndinawe ndikhala imihla nezolo
Uyandikhathaza uhamba ubuye nenxolo
Soloko ndinawe ndikhala imihla nezolo
Uyandikhwaza uthetha ngathi and'nagqondo

Uma uyipleya
No! ah ah, I don't want you [x3]

And'wafuni amapleya
No! ah ah, I don't want you [x3]
[x3]

Uma uyipleya
No! ah ah, I don't want you [x3]

And'wafuni amapleya
No! ah ah, I don't want you [x3]


Thanks to anele booi millan for adding these lyrics.
Thanks to Amanda Siqhola for correcting these lyrics.
Writer(s): Robinson Malinga, Linda Pius Gcwensa, Bulelwa Mkutukana