"Abantu Balendawo" lyrics
"Abantu Balendawo"
Kukhw'a bantu kule ndawo
Abafun'ubona ntwe ntle tu
Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya
Bath'uzenza ngcono, ngcon'ulandeli phupha lakho
Ngcon'usabelu bizo lwakho, hayi
Ngcono kuthwa uyaphambana, kunokuba
Uphalale njengabo
Xa ndibulisa bayathula ndithi molweni, abavumi
Xa ndidlula bayathetha, Akabulisi ucing'ubungcono
Abasafuni nohlala nam
Xandingena bayaphakama bahambe
Uzos'imoshela abantwana lo bakahambe
Bendifunu thando njena
Kant'abantu balendawo banjaniiii
Abafunu bona ntwentle tu
Xa bebona omny'umntu ezama, bayonyanya
Bath'uzenza ngcono
Ngcon'ulandili phupha lakho
Ngcon'usabelu bizo lwakho oohh
Ngcono kuthwa uyaphambana kunokuba
Uphalale njengabo
Kanti abantu balendawo, abufunu bona ntwe ntle tu
Xa bebona omnye umntu ezama bayonyanya
Bath'uzenza ngcono
Writer(s): Bongani Mahlaole, Nkosinathi Mankayi
- AZLyrics
- N
- Nathi Lyrics
album:
"Umbulelo Wam" (2016)
You May Also Like
Kelly Khumalo - "Ngiyabuza" Ye mina ngiyabuza
ukuthi sizophuma kanjani kulendaba
Kule nxakanxaka yo thando
Esis'fake kuyo
WO mina ngiyabuza
ukuthi sizophuma kanjani kulendaba
Kule nxakanxaka yo thando
Esis'fake kuyo...
CiCi - "Ndidinge" Bambo lwami
Ngiyakucela muntu wam
Ngiyazi ngonile baby
Ndicela undidinge (like you used to)
Ndicela undidinge ('cause I need you)
Ngifana nodoti
Uzongicosh'ungangixoshi
Uthand'angilutholi
Amanxeba...
Nasty C - "SMA" How did I? End up falling for you
I find myself calling for you
Into the dark I followed you but
I should've known this ain't the type of shit I'd go through
Send me away
Send me away
Send me away...
Zonke - "Tonight" Diamond lights up in the sky
I gotta feeling we'll be good tonight
Share my world
Though sometimes cold
I know together we will never get old
We got only tonight
Let's make it last forever
Only this...
Cassper Nyovest - "Friday Night" I don't come around
To see you in the week
I don't have a chance
To call you on da phone
But Friday night, yes I know
I know you gon' be ready for me
Ready for me
But Friday night, yes I know
I know...