"Ukuthanda Wena" lyrics
"Ukuthanda Wena"
Ukuthanda wena lady
Kungumsebenzi wam
Ukundithobela wena
Kungemsebenzi wakho
Ukuthanda wena lady
Kungumsebenzi wam
Ukundithobela wena
Kungemsebenzi wakho
Oko ndathandana nawe
Bakhany"ubomi kwamnandi
Sathandana waba
Lubambo lwam
Oko ndathandana nawe
Bakhany"ubomi kwamnandi
Sathandana waba
Lubambo lwam
Ukuthanda wena lady
Kungumsebenzi wam
Ukundithobela wena
Kungumsebenzi wakho
Ukuthanda wena lady
Kungumsebenzi wam
Ndithobela wena
Kungumsebenzi wakho
Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba
Lubambo lwam
Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba
Lubambo lwam
Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba
Lubambo lwam
Azange wakhe wandiphoxa
Azange wandishiya
Azange wakhe wandihlazisa
Lubambo lwam
Azange wakhe wandiphoxa
Azange wandishiya
Azange wakhe wandihlazisa
Lubambo lwam
Oko ndathandana nawe
Kwakhanya njengemini kwamnandi sathandana waba
Lubambo lwam
Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba
Lubambo lwam
Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba
Lubambo lwam
Oko ndathandana nawe bakhany"ubomi kwamnandi sathandana waba
Lubambo lwam
Writer(s): Nkosinathi Mankayi
- AZLyrics
- N
- Nathi Lyrics
album:
"Umbulelo Wam" (2016)
You May Also Like
Shekhinah - "Please Mr" Can't help but go back to the days of December
When I'm under the weather
Can't help but go back to the days of December, yeah
I know you still remember
You were the one who let me go, remember...
Zahara - "Mgodi" Ewe Ndiyavuma
Ndikhubekile mna kwi gravel
Intuthu emahlwen’am uhmmm
Bendingayazi zosuswa ngubani
Bendingayazi zosuswa ngubani
Mgodi Mgodi Ndizimela ngawe
Mgodi Mgodi Ndizimela ngawe
Bendingayazi...
CiCi - "Amandla Akho" Bazamile ukungiphula
Kodw' Inkosi yang'khulula
Hhayi impilo ayikholula
Phika nabantu usazoduka
Yebo ngiyazi akukholula
Ekunzimeni usazondlula
Emoyeni usazokhula amen
I am bulletproof ungadubula
Is...
Lady Zamar - "What You Need" So far we've agreed that what you have isn't working
Every time I look at you I feel fire burning
I see your love fading away slowly
Everything you ever hoped for looks impossible
And now your life...
Kelly Khumalo - "Jehova" Bathi sebekwenzile konke
Beng'khuluma kabi
Bathi bayangiqgiba
Kanti abazi ukuthi ngiy' mbewu
Yomdali odale konke, eh
Asoze angilahla
Asoz' angishiye
Uzohlala nami
Ujehova uhlale nam'...
Ujehova...