"Amen" lyrics
"Amen"
Nalamanzi siwaselayo siwanikwe nguwe
Nokukutya sikutyayo sikuphiwe nguwe
Wazidala into zonke wena thixo wedwa
Akwancedwa nangubani ukuzenza kwakho
Nalamanzi siwaselayo siwanikwe nguwe
Nokukutya sikutyayo sikuphiwe nguwe
Yey! kwakufik' utshaba lwabo lwabahlutha zona
Bakudela wena thixo beva izwi lalo
Nalamanzi siwaselayo siwanikwe nguwe
Nokukutya sikutyayo sikuphiwe nguwe
Wathukuze basindiswe wenza ngezibele
Wabanika unyana wakho eze kubafela
Amen amen amen...
- AZLyrics
- S
- The Soil Lyrics
album:
"Reimagined" (2024)
Umthemelezo (Interlude)
You May Also Like
Kwesta - "Ngud'" Yabona ng'zomosha kakhulu
Ng'zoshay'iNgud
Phat'amabunju afun'uk'Groova
Ilala vuka nabo achuze
Ilala vuka nabo achuze
Uzongenzani mase ngib'thebelele
Suka mfan'omncane ngen'igelekeqe
Nani bo sisi...
Mafikizolo - "Mamezala" Kudala ngihlekisana nawe
Kudala ngiwa ngivuka nawe
Kudala ngihlekisana nawe
Kudala ngiwa ngivuka nawe
Oh, today
Oh, today I get a chance
Oh, today I get a chance to choose a life with you
Oh, today...
Nomfundo Moh - "Soft Life" Qo qo qo qo qo, sivulele
Ningasivaleli ngaphandle
Nathi sifun' ukuphil' i-soft life (Soft life)
Qo qo qo qo qo, sivulele
Ningasivaleli ngaphandle
Nathi sifun' ukuphil' i-soft life (Soft life)
Qo qo...
Mlindo The Vocalist - "Mosadi" Mosadi wa dikoti marameng
Mosadi wa dikoti maremeng
Ke tlala kawena, tlala kawena
Ooh, ooh
Ke tlala ka wena, tlala ka wena
Mosadi wa dikoti marameng
Ke tlala ka wena, tlala ka wena
Me for you, you...
Nathi - "Nomvula" Ngeba s'yathandana
Uyal' uba sithandane, silal' emadongeni
Ndibanjwa nguwe uyal' uba s'thandane
Silal' emadongeni
Nguwe lo
Uyal' uba sithandane, silal' emadongeni
Ndenziwa nguwe uyal' uba s'thandane...