"Mamgobhozi" lyrics
"Mamgobhozi"
We MamGobhozi
(We MamGobhozi)
Awukahle umona phantsi
('Kahle umona phantsi)
(Umona phantsi
Umenyiwe nawe MamGhobozi hlala phantsi)
Awukahle umona phantsi
Awume kancane ngo mona
Mihlamalanga nguwe
Kanti kutheni magobhozi
Abantu bayathetha ngawe
Bathi uthand'iindaba zabantu
Mihlamalanga nguwe
Kanti kutheni magobhozi
Abantu bayathetha ngawe
Bathi uthand'iindaba zabantu
Suba nomona
Hayi suba nomona
Suba nomona
Hayi suba nomona
Suba nomona mamgobhozi
Suba nomona
Hayi Suba nomonta
(Umona phantsi
Umenyiwe nawe MamGhobozi hlala phantsi)
Iindaba zabantu uzithanda nyhani
Iindaba zabantu uzithetha njalo
Hlala phantsi mamgobhozi vali festire
Umenyiwe namhlanje, siyabhiyoza namhlanje
Kuphekiwe, kubhakiwe, utywala busiliwe
Kuphekiwe, kubhakiwe, utywala buthengiw'
Ufuna ntoni mamgobhozi?
Biza noba yintoni
Ufuna ntoni mamgobhozi?
Ungabi neentloni
(Umona phants
Umenyiwe nawe MamGhobozi hlala phantsi)
We MamGobhozi maan yak'umona uhlale phantsi umenyiwe
Yek'uk'libazisa galela is'phuzo unxaniwe
Vandag sib'hlaba strong all night long undincede ungaz'phathi wrongo
Namhlanje sicima ama phone mesewabanda ama beer siwashisha strong
Jonga iphume yonke ilali
Namhlanje asilali ewe namhlanje asilali siyabhiyoza nyani asidlali ngiyak'tshela s'bali
Jonga iphume yonke ilali
Namhlanje asilali
Ewe namhlanje asilali
Siyatshatisa namhlanje
Hayi suba nomona
(Umona phantsi
Umenyiwe nawe MamGhobozi hlala phantsi)
Vul'indlela (Yebo!)
Vul'indlela (Yebo!)
- AZLyrics
- S
- The Soil Lyrics
album:
"Reimagined" (2024)
Umthemelezo (Interlude)
You May Also Like
Mlindo The Vocalist - "Usbahle" Uxolo bafethu mina ngikhetha lomntan' onga le
Ufike ngasekhaya izolo
Ngicab'thi ubehamba noSbahle
Kwaphel' imali kamjita iyhoo
Wahlany' umjita ehlel'ekoneni
Uxolo ntombazane ibizwa ngantoni na lento...
Nathi - "Nomvula" Ngeba s'yathandana
Uyal' uba sithandane, silal' emadongeni
Ndibanjwa nguwe uyal' uba s'thandane
Silal' emadongeni
Nguwe lo
Uyal' uba sithandane, silal' emadongeni
Ndenziwa nguwe uyal' uba s'thandane...
Kwesta - "Khethile Khethile" Grrrriii
Awu baba wabanta bam'
Baba wezingane zam'
Aw wena wee, ngyakthanda mina
Bangicelela kaZungu (Helele)
Bak'cela kaKhumalo (Helele)
Bangicelela kaZungu (Helele)
Bakucela nakaShandu (Helele)...
Cassper Nyovest - "Hlengiwe" Ey Nyovest, this is for you mfana from Mzolisto, yizwa, yizwa
Hlengiwe yeki ntokozo
Ulimi lunge phimisele
Lokhe ngikuzwayo enhlizweni
Eh ku mnandi ku mnandi kungcwele
Hlengiwe
Hlengiwe
Hlengiwe
Nge...
CiCi - "Thula" Thula thula thula ungalili nana thula umama uzobuya
Thula oh thula thatha nanku swidi nana thula umama uzobuya
Mmh hheya hheya mus'kusenza isihlungu esinjena
Ushiye ingane zizodwa ubuhambe uthe...