"Iphupho Lam'" lyrics

"Iphupho Lam'"

Ndinephupho ngezinto endingazaziyo
Kodwa ngeny'imini zizophumelela
Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
Ndiyazidla ngenxa yakho
Empilweni ndizophumelela ngenxa yakho
Ndiyabulele enkosi kuwe
Ndibalekela kuwe
Undenza msulwa
Nok'ba umhlaba ungasohlukanisa

Phupho lwam dibana nam
Xa ukhona kuyenzeka
(Ngeny'imini as I'm breathing)
Phupho lwam dibana nam
Xa ukhona kuyenzeka
(Ngeny'imini as I'm breathing)

Ndibalekela kuwe
Undenza msulwa (aah aah)
Nok'ba umhlaba ungasohlukanisa (aah aah)

Ndinephupho ngezinto endingazaziyo
Kodwa ngeny'imini zizophumelela
Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
Ndiyazidla ngenxa yakho
Ndibalekela kuwe (aah aah)
Undenza msulwa (aah aah)
Nok'ba umhlaba ungasohlukanisa (aah aah)

Phupho lam khawudibane nam (dibana nam)
Xa ndihlangene nawe (xa ukhona)
(Ngeny'imini as I'm breathing) kuyenzeka
Phupho lami hlangana nam (dibana nam)
Xa ndidibene nawe kuyenzeka (xa ukhona kuyenzeka)
(Ngeny'imini as I'm breathing)
Phupho lwam dibana nam (dibana nam)
Dibana nami (xa ukhona)
(Aah aah) kuzokwenzeka!


You May Also Like
Kelly Khumalo - "Sobabili" Uthando lwami nawe Olwethu sobabili Umuntu wesithathu akafuneki Iindaba zethu lezo Yim’ engakushela Yim’ engakuqoma Ngathi sishadane, baby Savumelana Ngakunikeza uthando Ngakunikeza impilo yami Mina...
Amanda Black - "Afrika" Zinwele zam ezi Nwele zam Ndingum Afrika Zinwele zam ezi Nwele zam Ndingum Afrika Heyi, heyi, heyi, heyi, heyi Ndingum Afrika Heyi, heyi, heyi, heyi, heyi Ndingum Afrika If you don't like my colour...
Zonke - "Uyandithanda" Mmmmh oh... Inton' undenza nje Yandazi ndiyoyika Uthand' olungaka hey, mmmh Andilwazi mna Ndlela ond'jonga ngayo Yandibuka mna baby Cupid is your name yeah, mmmh And I don't care what they say...
Shekhinah - "Suited" Suited for each other, yeah Don't try to move me from my lover, yeah Suited for each other Tailor made I'm glued up on my lover, I I never lose him to another, yeah When we talked on the phone and...
Liquideep - "Fairytale" Real talk one time I just really wanna get something of my heart you know It took me a while to recognize but I see it And I know you see it to Sweetheart we were a team and we still are You know May...